GJS, ULuka 18:27. Thelekisa noLuka 18:27
Ukuthembela ebutyebini kuthintela umntu ekungeneni ebukumkanini bukaThixo.
27 Kwaye wathi kubo, Akwenzeki kubo abathembele ebutyebini, ukungena ebukumkanini bukaThixo; kanti lowo ushiya izinto ezizezeli hlabathi, kuyenzeka kuThixo, okokuba abe nokungena.