GJS, ULuka 23:35. Thelekisa noLuka 23:34
UYesu ucelela uxolelo lwamadoda omkhosi amaRoma ambethelela emnqamlezweni.
35 Wathi ngoko uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo (Ethetha amadoda omkhosi ambethelela emnqamlezweni,) kwaye abelana ngeengubo zakhe aza enza amaqashiso.