GJS, UMateyu 18:11. Thelekisa noMateyu 18:11; khangela kanjalo uMoronayi 8
Abantwana abancinane abanamfuneko yenguquko.
11 Kuba uNyana womntu uzele ukusindisa abo babelahlekile, nokubizela aboni enguqukweni; kodwa aba bangabancinane akukho mfuneko yokuguquka, yaye ndiya kubasindisa.