GJS, UMateyu 19:13. Thelekisa noMateyu 19:13
Abantwana abancinane baya kusindiswa.
13 Ngoko baziswa abantwana abancinane kuye, ukuze abeke izandla zakhe phezu kwabo aze athandaze. Kwaye abafundi babakhalimela, besithi, Akukho mfuneko, kuba uYesu uthe, Abanjalo baya kusindiswa.