Uncedo lweZifundo
13. Gologota


13. Gologota

Umfanekiso
ifoto 13

Eli liwa lifana nokhakhayi kwaye lungaphandle nje kweSango laseDamasko yaseYerusalem (Yoh. 19:17, 20), sisiza ekunokwenzeka ukuba yiGologota, apho uKubethelelwa eMnqamlezweni kwenzeka khona.

Isehlo esiBalulekileyo: Emva kokuba uYesu wayetyakatyiwe kwaza kwahlekiswa ngaye, Yena waziswa “kwindawo ekuthiwa yiGologota, … indawo yokhakhayi,” apho Yena wabathelelwa emqamlezweni (Mat. 27:26–35; Yoh. 19:17–18). (Khangela I kZ Gologota.)

Shicilela