22. Ntaba iTabhore
Ijonge ngasemntla ntshonalanga ngakwiNtaba iTabhore. Umhlaba osezantsi ojikeleze iNtaba iTabhore uyinxalenye yeNtlambo yaseYizereli. INazarete imi kwiinduli ezikufuphi neNtaba iTabhore.
Izehlo eziBalulekileyo: UDebhora noBharaki bahlanganisa imikhosi yeNkosi ngokuchasene noYabhin, ukumkani waseHatsore (AbaG. 4:4–14). INtaba iTabhore isesinye seziza zesithethe zeNtaba yoKwenziwa kuMila Kumbi koMsindisi (Mat. 17:1–9); enye yiNtaba iHermon. (Khangela I kZ Kwenziwa kuMila Kumbi.)