Uncedo lweZifundo
7. Bhetelehem


7. Bhetelehem

Umfanekiso
ifoto 7

Le foto ibonisa iinduli ezinamatye namathafa abelusi kwindawo engaphambili, nendawo engemva yesixeko yeBhetelehem entsha.

Izehlo eziBalulekileyo: URakeli wangcwatyelwa kufuphi nalapha (Gen. 35:16–20). URute noBhohazi babehlala apha (Rute 1:19–2:4). UKumkani uDavide wazalelwa waza wathanjiselwa ubukumkani apha (Ⅰ Sam. 16:1–13). UMsindisi wazalelwa apha, nabelusi neZazi zamnqula (Mat. 2:1–11; Luka 2:4–16). (Khangela I kZ Bhetelehem.)

Shicilela