Uncedo lweZifundo
Izenzo zaBapostile


Izenzo zaBapostile

Le ncwadi yeyesibini yomsebenzi oyinxenye yesibini ebhalwe nguLuka isiya kuTiyofilus. Inxenye yokuqala yaziwa njengeVangeli ngokukaLuka. Izahluko 1–12 zibhale eminye yemisebenzi emikhulu yobufundisi yaBapostile abaLishumi elineSibini phantsi lukaPetros kamsinyane nje ukulandela ukufa koMsindisi novuko. Izahluko 13–28 zigqabaza ezinye iihambo zoMpostile uPawulos nomsebenzi wobufundisi.