Uncedo lweZifundo
Zibhengezo zoyolo


Zibhengezo zoyolo

Uthotho lweemfundiso awazinikayo uYesu kwiNtshumayelo yaseNtabeni ezichaza isimo esicolekileyo nesinomoya (Mat. 5:3–12; Luka 6:20–23). Izibhengezo zoyolo zicwangciswe ngendlela yokokuba ingxelo nganye yakhe phezu kweyikhokelayo. Imbali ebanzi nechanekileyo ngakumbi yeziBhengezo zoYolo ifunyanwa ku 3 Nifayi 12.