Xhasa iinkokeli zeBandla Khangela kanjalo Mvume eqhelekileyo Ukuthembisa inkxaso kwabo bakhonza kwizikhundla zobunkokeli zeBandla jikelele nasendaweni ethile. Beka uYoshuwa phambi kwebandla lonke, uze umnike umthetho emehlweni abo, Num. 27:18–19. Bonke abantu bakhwaza, baza bathi, Thixo sindisa ukumkani, â… Â Sam. 10:24. Kholelwani abaprofeti bakhe, ukuze nibe niya kuphumelela, â…¡Â IziKr. 20:20. Bathobeleni abo banolawulo phezu kwenu, Heb. 13:17. Uya kuthandwa kakhulu yiNkosi, ngenxa yokuba akumbombozelanga, 1 Nif. 3:6. Abo bamkela abaprofeti basindiswa, 3 Nif. 10:12–13. Nikani inyameko emazwini aba balishumi elinesibini, 3 Nif. 12:1. Ngelizwi labam okanye ngelizwi lezicaka zam, kuyafana, I&M 1:38. Ilizwi lakhe niya kulamkela, njengokungathi lilelombomo ongowam, I&M 21:5. Lowo wamkela izicaka zam, wamkela mna, I&M 84:35–38. Nabanina wamkela mna, wamkela abo endibathumileyo, I&M 112:20. Ukuba abantu bam baya kuphulaphula ilizwi laloo madoda endithe ndawonyula, baya kusikelelwa, I&M 124:45–46.