Uncedo lweZifundo
Sazela


Sazela

Uluvo olungaphakathi lokulungileyo nokungalunganga, luvela kuKhanyiselo lukaKrestu kubo bonke abantu (Moro. 7:16). Sizalwe nengqondo yendalo ukwahlula phakathi kokulunga nokungalungi ngenxa yoKhanyiselo lukaKrestu olunikwe wonke umntu (I&M 84:46). Obu buchule kuthiwa sisazela. Ukuba nabo kusenza sibe ngabantu abathembekileyo. Njengobunye ubuchule, izazela zethu zinokubulawa ngesono okanye ukungazisebenzisi ngokufanelekileyo.

Shicilela