Myuleki Khangela kanjalo Zedekiya Ngunyana wokumkani weTestamente eNdala uZedekiya (malunga 589Â P.K.). IBhayibhile ibalisa okokuba bonke oonyana bakaZedekiya babebulewe (â…¡Â OoKum. 25:7), kodwa iNcwadi kaMormoni icacisa ukuba uMyuleki waphila (Hil. 8:21). UZarahemla wayeyinzala kaMyuleki, Moz. 25:2. Abantu bakaMyuleki bazimanya namaNifayithi, Moz. 25:13. INkosi yazisa uMyuleki kwilizwe lasemantla, Hil. 6:10. Bonke oonyana bakaZedekiya babulawa ngaphandle kukaMyuleki, Hil. 8:21.