Uncedo lweZifundo
Mprofetikazi


Mprofetikazi

Umfazi othe wafumana ubungqina bukaYesu aze agcobele umoya wesityhilelo. Umprofetikazi akaphathi bubingeleli okanye izitshixo. Nangona abafazi abambalwa kwizibhalo kuthiwa ngabaprofetikazi, abaninzi baprofetha, abanje ngoRebheka, uHana, uElizabhete, noMariya.