Calula, sipho soku Khangela kanjalo Zipho zomoya Ukuqonda okanye ukwazi into ngamandla oMoya. Isipho sokucalula sesinye sezipho zoMoya. Sibandakanya ukuqonda isimo esiyinyani sabantu nentsusa nokuthethwa zimbonakaliso zasemoyeni. Umntu ukhangela kwimbonakalo yangaphandle, kodwa iNkosi ikhangela intliziyo, â… Â Sam. 16:7. Yeha kwabo abathi okubi kulungile, Isaya 5:20 (2Â Nif. 15:20). Izinto zikaThixo ziphicothwa ngokomoya, â… Â Kor. 2:14. Kwabanye abantu kunikwe ukucalula koomoya, â… Â Kor. 12:10. UAmon wayekwazi ukuzicalula iingcinga zakhe, Alma 18:18. Ilizwi elincinane laye lahlaba abo baye baliva, 3Â Nif. 11:3. Ukuze ningabinako ukukhohliswa, funani ezona zona izipho, I&M 46:8, 23. Iinkokeli zeBandla zinikwe amandla okucalula izipho zoMoya, I&M 46:27. La mzimba uzaliswe kukukhanya uqiqa zonke izinto, I&M 88:67. UMoses wabona umhlaba, ewucalula ngoMoya kaThixo, Moses 1:27.