Lwazi Khangela kanjalo Bulumko; Nyaniso; Qonda Ukuqonda nokuqiqa, ngokukhethekileyo okwenyaniso njengoko ifundiswa okanye iqinisekiswa nguMoya. INkosi nguThixo wolwazi, â… Â Sam. 2:3. INkosi igqibelele ngolwazi, Yobhi 37:16. Ukoyika iNkosi sisiqalo solwazi, ImiZ. 1:7. Lowo unolwazi ubamba amazwi akhe, ImiZ. 17:27. Umhlaba uya kuzaliswa ngolwazi lweNkosi, Isaya 11:9 (2 Nif. 21:9; 30:15). Nithe nasisusa isithixo solwazi, Luka 11:52. Uthando lukaKrestu luncamise ukwazi, Efese 3:19. Yongezelelani elukholweni lwenu isidima, esidimeni ke ukwazi, â…¡Â Petr. 1:5. UNifayi wayenolwazi olukhulu ngokulunga kukaThixo, 1 Nif. 1:1. Baya kuza kulwazi loMkhululi wabo, 2 Nif. 6:11. Amalungisa aya kuba nolwazi olugqibeleleyo lobulungisa bawo, 2 Nif. 9:14. UMoya unika ulwazi, Alma 18:35. Ulwazi lwenu lugqibelele kulo nto, Alma 32:34. AmaLeymenayithi aya kuziswa kulwazi oluyinyani ngoMkhululi wabo, Hil. 15:13. Nibe nokwazi ngolwazi olugqibeleleyo iyekaThixo, Moro. 7:15–17. AbaNgcwele baya kufumana indyebo enkulu yolwazi, I&M 89:19. Ulwazi olumsulwa lwandisa umphefumlo, I&M 121:42. Lowo unezitshixo zobubingeleli obungcwele akanabunzima ekuzuzeni ulwazi lwamanqaku, I&M 128:11. Ukuba umntu uzuza ulwazi kobu bomi, unethuba elikhulu kwihlabathi elizayo, I&M 130:19. Akwenzeki ukuba usindiswe ekungazini, I&M 131:6.