Uncedo lweZifundo
Abantu/Amadoda, Mntu/Ndoda


Abantu/Amadoda, Mntu/Ndoda

Libhekisa kulo lonke uluntu, kunye indoda nomfazi. Onke amadoda nabafazi bayinzala, ngokwenene ngokwasemoyeni kaBawo oseMazulwini. Xa bezalelwa kumzimba onokufa, bafumana imizimba, esenyameni, imizimba enokufa. Le mizimba yayidalwe ngomfanekiselo kaThixo (Gen. 1:26–27). Amadoda nabafazi abathembekileyo ekufumaneni imimiselo eyimfuneko, begcine iminqophiso, kwaye bethobela imiyalelo kaThixo baya kungena ekuphakanyisweni kwabo baze babe njengoThixo.

Umntu, ngumntwana ngokwasemoyeni kaBawo wasemaZulwini

Umntu, unamandla aleleyo okuba njengoBawo wasemaZulwini

Shicilela