Kuphakanyiswa Khangela kanjalo Abantu/Amadoda, Mntu/Ndoda—Umntu, unamandla aleleyo okuba njengoBawo wasemaZulwini; Bomi obungunaphakade; Buqaqawuli beselestiyali; Hlawulela, Ntlawulelo; Sithsaba Eyona mo iphezulu yokonwaba nobuqaqawuli ebukumkanini beselestiyali. Ebusweni bakho kukuzaliseka kovuyo, IiNd. 16:11. Bangoothixo, nkqu oonyana bakaThixo—ngako oko, zonke izinto zezabo, I&M 76:58–59. AbaNgcwele baya kufumana ilifa labo baze benziwe balingane kunye naye, I&M 88:107. Ezi ngelosi azihlalanga emthethweni wam; ke ngoko zisala zahlukene kwaye zingatshatanga, zingenakuphanyiswa, I&M 132:17. Amadoda nabafazi mabatshate ngokomthetho kaThixo ukuze bazuze ukuphakanyiswa, I&M 132:19–20. Limxinwa isango nendlela icuthene ekhokelela ekuphakanyisweni, I&M 132:22–23. UAbraham, uIsake, noYakobi bangenile ekuphakanyisweni kwabo, I&M 132:29, 37. Nditywinela phezu kwenu ukuphakanyiswa kwenu, I&M 132:49.