Hobe, umqondiso we
Umqondiso olungiswe kwa ngaphambili uYohane uMbhaptizi aya kuqaphela ngawo uMesiya (Yoh. 1:32–34). UJoseph Smith wafundisa okokuba umqondiso wehobe wawumiselwe phambi kokudalwa kwehlabathi njengobungqina boMoya oyiNgcwele; ke ngoko, umtyholi akanako ukuza ngomqondiso wehobe.