Kunyaniseka, Nyaniseka Khangela kanjalo Mfezeko Ukuba nangakumbi, nyaniseka, nokuba ngaphandle kwenkohliso. Abo benza ngokunyanisekileyo bayimvuyiso yeNkosi, ImiZ. 12:22. Oko ukubhambathisileyo kuzalise, INtsh. 5:4–5. Sisuke sazilahla izinto ezifihlakeleyo zokunganyaniseki, â…¡Â Kor. 4:1–2. Yiba nencoko enyanisekileyo, â… Â Petr. 2:12. Yeha kuye olixoki, kuba uya kuphoswa ezantsi esihogweni, 2 Nif. 9:34. UMoya uthetha inyaniso kwaye awuxoki, Yakobi 4:13. Nabani na oboleka kummelwane wakhe umele ayibuyise into leyo ayibolekileyo, Moz. 4:28 (I&M 136:25). Bona ukuba wenza ngobulungisa, gweba ngobulungisa, kwaye wenza okulungileyo, Alma 41:14. Vumelani wonke umntu enze ngokunyanisekileyo, I&M 51:9. Bonke abo bazaziyo iintliziyo zabo ukuba zinyanisekile bamkelekile kum, I&M 97:8. Abantu abanyanisekileyo, abalumkileyo nabalungileyo bamele ukufunelwa iiofisi zopolitiko, I&M 98:4–10. Ngenkuthalo funa ukubuyisela oko ummelwane wakho akulahlileyo, I&M 136:26. Sikholelwa ekunyanisekeni, V zoK 1:13.