Kreqo Khangela kanjalo Buyiselo lweVangeli; Vukelo Ukumka enyanisweni kwababodwa, iBandla, okanye izizwe ziphela. Ukreqo jikelele USirayeli wathi wazilumkela ngokuchasene neentliziyo zabo ekujikeni zimke eNkosini, Dut. 29:18. Apho kungekho, mbono baba yimiqhathu abantu, ImiZ. 29:18. Bawaphule umnqophiso ongunaphakade, Isaya 24:5. Imimoya yabetha kuloo ndlu, kwaye yawa, Mat. 7:27. Ndimangaliswa kukuba niphambuke kamsinya kangaka niye kwivangeli yimbi, Gal. 1:6. Baqalisa endleleni elungileyo kodwa bayilahla indlela yabo enkungwini, 1 Nif. 8:23 (1 Nif. 12:17). Emva kokuba bengcamle kwisiqhamo, bawela kwiindlela ezingavumelekanga, 1 Nif. 8:28. Ukreqo lwamaNifayithi lwabangela isikhubekiso kwabangakholwayo, Alma 4:6–12. Amalungu amaninzi eBandla aba nekratshi kwaye atshutshisa amanye amalungu, Hil. 3:33–34 (Hil. 4:11–13; 5:2–3). Xa iNkosi ibaphumelelisa abantu bayo, ngamanye amaxesha bazenza lukhuni iintliziyo zabo baze bamlibale, Hil. 12:2; 13:38. AmaNifayithi azenza lukhuni iintliziyo zawo kwaye awela phantsi kwamandla kaSathana, 3 Nif. 2:1–3. UMoronayi waprofetha ngokreqo ngemihla yokugqibela, Morm. 8:28, 31–41. UKreqo luya kwandulela ukuBuya kweSibini, I&M 1:13–16. Ukreqo lwebandla lamaKrestu akuqala Aba bantu basondele kum ngomlomo wabo, Isaya 29:10, 13. Ubumnyama buya kugubungela umhlaba, Isaya 60:2. INkosi iya kuthumela ukulambela ukuva ilizwi leNkosi, Amos 8:11. Kuya kuvela ooKrestu ababuxoki nabaprofeti, Mat. 24:24. Iingcuka ezibawayo ziya kungena phakathi kwenu, Izenzo 20:29. Ndimangalisiwe kukuba niphambuke kamsinya kangaka kuye, Gal. 1:6. Kuya kubakho ukuwela kude phambi kokuBuya kweSibini, Ⅱ Tes. 2:3. Abanye abantu baphosisa ngokwenyaniso, Ⅱ Tim. 2:18. Abanye abantu banokumila kokungahloneli thixo ukanti bayawakhanyela amandla oko, Ⅱ Tim. 3:2–5. Ixesha liya kubakho xa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo, Ⅱ Tim. 4:3–4. Kuya kubakho abaprofeti ababuxoki nabafundisi ababuxoki phakathi kwabantu, Ⅱ Petr. 2:1. Abantu abathile bathwethwe ekuphikeni ekuphela kwayo iNkosi uThixo, Yuda 1:4. Abanye abantu bathi babengaBapostile yaye bengengabo, Isityh. 2:2. UNifayi wabona ukumiselwa kwebandla elikhulu elimasikizi, 1 Nif. 13:26. AbeeNtlanga bagqwidizile baze bakha amabandla amaninzi, 2 Nif. 26:20. Bahilizile kwimimiselo yam baze bayophula iminqophiso yam yanaphakade, I&M 1:15. Ubumnyama bugquma umhlaba nobumnyama obukhulu beengqondo zabantu, I&M 112:23. UJoseph waxelelwa okokuba onke ayengalunganga; iintliziyo zawo zazikude kuThixo, M—JS 1:19.