Ngqondo Amandla engqondo; amandla okuqonda engcinga. Mkhonze ngentliziyo epheleleyo nengqondo evumayo, â… Â IziKr. 28:9. Thanda iNkosi uThixo wakho ngengqondo yakho yonke, Mat. 22:37. Ukucinga ngokwenyama kukufa; ukucinga ngokwasemoyeni bubomi obungunaphakade, 2Â Nif. 9:39. Ilizwi leNkosi leza engqondweni yam, Enoshe 1:10. Ilizwi linempembelelo engakumbi phezu kwengqondo zabantu kunekrele, Alma 31:5. Ndiya kukuxelela engqondweni yakho, I&M 8:2. Yifunde nzulu engqondweni yakho, I&M 9:8. Yenzani undiliseko lwanaphakade luphumle phezu kweengqondo zenu, I&M 43:34. Iingqondo zenu kumaxesha adlulileyo bezenziwe mnyama, I&M 84:54. Phumlani kwiimandlalo zenu ngethuba, vukani ngethuba ukuze imizimba yenu neengqondo zibe nokuhlaziyeka, I&M 88:124. USathana akayazi ingqondo kaThixo, Moses 4:6. INkosi yathi abantu bayo yiZiyon, ngenxa yokuba babentliziyo-nye kwaye benengqondo enye, Moses 7:18.