Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama ntobeko lineentsingiselo ezimbini: (1) Kuluvo lwasemoyeni, intobeko kukwenza intando kaThixo, kwaye (2) ukululamisa nokufundiseka, okanye imeko yokululama nokufundiseka. Intobeko iquka ukuqaphela ukuxhomekeka kwethu kuThixo nokunqwenela ukuzinikela kwintando Yakhe.
Imeko yokululama nokufundiseka