Buqaqawuli bethelestiyali Khangela kanjalo Maqondo obuqaqawuli Lelona liphantsi lwamaqondo amathathu obuqaqawuli apho abantu baya kuhlala khona emva koMgwebo wokuGqibela. UPawulos wabona ubuqaqawuli beenkwenkwezi, â… Â Kor. 15:40–41. UJoseph Smith noSidney Rigdon babona ubuqaqawuli bethelestiyali, I&M 76:81–90. Abemi belizwe lethelestiyali babengabaleki njengeenkwenkwezi, I&M 76:109–112. Lowo ungenako ukunyamezela umthetho wobukumkani bethelestiyali abanako ukunyamezela ubuqaqawuli bethelestiyali, I&M 88:24, 31, 38.