Uncedo lweZifundo
Korihor


Korihor

Umchasi-Krestu kwiNcwadi kaMormoni owafuna umqondiso onjengebungqina bamandla kaThixo; iNkosi yenza uKorihor abe sisimumu (Alma 30:6–60).