Nqulo lwezithixo Unqulo lwezithixo okanye ukuzinikela okugqithisileyo okanye ukuzinikela nakweyiphina into. Uze ungabi nathixo bambi ngaphandle kwam, Eks. 20:3 (Moz. 12:35; 13:12–13). Ukuba uthe walandela thixo bambi, niya kutshabalala ngokuqinisekileyo, Dut. 8:19. Iinkani zibubugwenxa nonqulo zithixo, â… Â Sam. 15:23. Uthe wazityhila kwabanye kunam, Isaya 57:8. Udumise oothixo besilivere nabegolide, Dan. 5:23. Awunako ukukhonza uThixo nesithixo sonyoluko, Mat. 6:24. Ukunqwenela kukukhonza izithixo, Kol. 3:5. Bantwana, zigcineni kuzo zonke izithixo, â… Â Yoh. 5:21. Yeha kwabo bakhonza izithixo, 2 Nif. 9:37. Ukukhonza izithixo kwabantu bakaNifayi kwezisa phezu kwabo iimfazwe neentshabalalo, Alma 50:21. Wonke umntu uhamba emva komfanekiso kathixo ongowakhe, I&M 1:16. Bavumele basebenze ngezandla zabo ukuze kungabikho lunqulo lwezithixo, I&M 52:39. Uyise ka-Abraham wakhokelelwa kude lunqulo lwezithixo, Abr. 1:27.