Uncedo lweZifundo
Esawu


Esawu

KwiTestamente eNdala, uIsake nongunyana omkhulu kaRebheka noliwele elingumkhuluwa kaYakobi. Aba bafana babeziintshaba ukususela ekuzalweni kwabo (Gen. 25:19–26). Inzala kaEsawu, ngamaEdom, nenzala kaYakobi, amaSirayeli, zibe zizizwe ezizintshaba (Gen. 25:23).