Uncedo lweZifundo
Ntlanga


Ntlanga

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, iiNtlanga zineentsingiselo eziliqela. Ngamanye amaxesha lithetha abantu abangengabo abomlibo kaSirayeli, ngamanye amaxesha abantu abangengabo abomlibo wamaYuda, nangamanye amaxesha zizizwe ezingaphandle kwevangeli, nasekubeni kunokubakho igazi elithile loSirayeli phakathi kwabantu. Olu setyenziso lwamva luluphawu olukhethekileyo lwegama njengoko lusetyenzisiwe kwiNcwadi kaMormoni neMfundiso neMinqophiso.