Uncedo lweZifundo
Mqondiso


Mqondiso

Isiganeko okanye amava abantu abawaqondayo ekubeni bubungqina okanye isiphumo sento ethile. Umqondiso usoloko uyimbonakaliso esingamangaliso esivela kuThixo. USathana kanjalo unawo amandla okubonisa imiqondiso phantsi kweemeko ezithile. AbaNgcwele bamele kufuna izipho zoMoya kodwa abamele kufuna imiqondiso ukwanelisa ukufuna ukwazi okanye ukuxhasa ukholo. Mhlawumbi, iNkosi iya kukunika imiqondiso njengoko Yona ibona kufanelekile kwabo bakholwayo (I&M 58:64).

Shicilela