Amyuleki Khangela kanjalo Alma, unyana ka-Alma KwiNcwadi kaMormoni, umlingane wasebufundisini ka-Alma, unyana ka-Alma. Wandwendwelwa yingelosi, Alma 8:20; 10:7. Wamkela uAlma ekhayeni lakhe, Alma 8:21–27. Washumayela ngamandla ebantwini baseAmoniha, Alma 8:29–32; 10:1–11. Wayesisizukulwana sikaNifayi, uLihayi noManase, Alma 10:2–3. Wangqina ngenyaniso, Alma 10:4–11. Wabizela abantu enguqukweni kwaye waliwa, Alma 10:12–32. Waphikisana noZiyezirom, Alma 11:20–40. Wafundisa ngovuko, umgwebo, nobuyiselo, Alma 11:41–45. Wafuna ukuphelisa ufelo-nkolo lwamakholwa, Alma 14:9–10. Wabanjwa kunye noAlma, Alma 14:14–23. Wakhululeka emakhamandeleni entolongo ngokholo, Alma 14:24–29. Wangqina ngeNtlawulelo, imfesane, nobulungisa, Alma 34:8–16. Wafundisa ngomthandazo, Alma 34:17–28. Wakhuthaza abantu bangamiseli elinye ixesha inguquko, Alma 34:30–41. Ukholo luka-Alma noAmyuleki lwabangela iindonga zentolongo zidilike, Etere 12:13.