Uncedo lweZifundo
Manzi aphilileyo


Manzi aphilileyo

Ngumqondiso weNkosi uYesu Krestu neemfundiso Zakhe. Njengokuba amanzi eyimfuneko ekuxhaseni ubomi bendalo, uMsindisi neemfundiso Zakhe (amanzi aphilileyo) uyimfuneko ukuze sibe nobomi obungunaphakade.