Khetha, Khethiwe, Wakhetha Khangela kanjalo Biza, Bizo, Bizwe nguThixo; Khulula, Khululiweyo, Nkululeko; Kuzikhethela Xa iNkosi isonyula, okanye ikhetha, oyedwa okanye iqela, iqhele kanjalo ukubabizela ukukhonza. Zikhetheleni namhla oyena niya kumkhonza, Yosh. 24:15 (Alma 30:8; Moses 6:33). Ndikukhethile ezikweni leentsizi, Isaya 48:10 (1 Nif. 20:10). Baninzi abamenyiweyo kodwa bambalwa abanyuliweyo, Mat. 22:14 (Mat. 20:16; I&M 95:5; 121:34, 40). Akundikwethanga, kodwa ke ndikhethe wena, Yoh. 15:16. UThixo ukhethe izinto ezibubudenge ukuze zidanise izilumko, â… Â Kor. 1:27. Usikhethe phambi kokusekwa kwehlabathi, Efese 1:4. Sikhululekile ukuthetha inkululeko nobomi obunganaphakade okanye ukuthinjwa nokufa, 2 Nif. 2:27. Ababekileyo nakakhulu babekhethwe ekuqalekeni, I&M 138:55–56. USirayeli wayekhethwe nguThixo, Moses 1:26. UAbraham wakhethwa phambi kokuba azalwe, Abr. 3:23.