Bumvelo, Wemvelo Khangela kanjalo Bufebe bunyhuku-nyhuku; Bunyulu; Khanuka; Krexezo; Mbulo Ukuthanda okanye ukunqwenela ulonwabo lwasenyameni olungalunganga, ingakumbi ubufebe obunyhuku-nyhuku. Umfazi wenkosi yakhe waphosa amehlo akhe kuJoseph, Gen. 39:7. Wonke umntu okhangela umfazi ukuba amkhanuke uselekrexezile, Mat. 5:28 (3Â Nif. 12:28). Zikhwebeleni ezinkanukweni ezizezenyama, ziwuphumele umkhosi umphefumlo, â… Â Petr. 2:11. Inkanuko yenyama nenkanuko yamehlo azikuko okuphuma kuYise, â… Â Yoh. 2:16. Ungabuye ulandele iinkanuko zamehlo akho, Alma 39:9. Ngokreqo lwemithetho engcwele, umntu waba ngowemvelo, I&M 20:20. Ukuba noobanina benza ukreqo ezintliziyweni zabo, abayi kuba nawo uMoya, I&M 63:16. Yekani yonke iminqweno yenu yeenkanuko, I&M 88:121. Abantu baqalisa ukuba senyameni, ngabemvelo, bumtyholi, Moses 5:13 (Moz. 16:3; Moses 6:49).