Uncedo lweZifundo
KuBuya kwesibini kukaYesu Krestu


KuBuya kwesibini kukaYesu Krestu

Ekuqalekeni kweXesha elithile ezimbalini le Mileniyam, uKrestu uya kubuyela emhlabeni. Esi siganeko siya kuphawula isiphelo sexesha lomzimba onokufa salo mhlaba. Abakhohlakeleyo baya kususwa emhlabeni kwaye abalungileyo baya kuxwilelwa phezulu emafini ngethuba umhlaba uhlanjululwa. Nangona kungekho mntu waziyo ncam xa uKrestu eya kubuya okwesibini, Yena usinike imiqondiso yokulinda oko kukhombisa ukuba ixesha liyasondela. (Mat. 24; JS—Mateyu 1).

Shicilela