Mileniyam Khangela kanjalo KuBuya kwesibini kukaYesu Krestu; Sihogo Ixesha eliyiminyaka eliwaka loxolo oluya kuqala xa uKrestu ebuya eze kulawula ngenkqu emhlabeni (V zoK 1:10). Abantu abasayi kuphakamisa krele, nakuphinda bafunde ngemfazwe, Isaya 2:4 (Mika 4:3; 2 Nif. 12:4). Ilizwe ebeliyinkangala libe njengomyezo wase-Eden, Hez. 36:35. Bahlala kwaye balawula noKrestu iminyaka eliwaka, Isityh. 20:4. Ngenxa yobulungisa, uSathana akanamandla, 1 Nif. 22:26. Ndiya kuhlala ebulungiseni emhlabeni iminyaka eliwaka, I&M 29:11. Xa iminyaka eliwaka iphelile, ndiya kuwusindisa umhlaba nje okwexeshana, I&M 29:22. IMileniyam enkulu iya kuza, I&M 43:30. Abantwana bamalungisa baya kukhula ngaphandle kwesono, I&M 45:58. Abantwana baya kukhula babe badala; abantu baya kuguqulwa ngokuphanyaza kweliso, I&M 63:51. Ekuqalekeni kwemiyaka engamawaka angawesixhenxe, iNkosi iya kuwungcwalisa umhlaba, I&M 77:12. Abaphili kwakhona ide ibe iminyaka eliwaka iphelile, I&M 88:101. USathana uya kubotshelelwa iminyaka eliwaka, I&M 88:110. IMileniyam ichaziwe, I&M 101:23–34. Iminyaka eliwaka umhlaba uya kuphumla, Moses 7:64.