Mcebisi Khangela kanjalo Mprofeti Iziyalo, izilumkiso, ukwazisa, noluleko oluvela eNkosini nakwiinkokeli Zakhe ezimiselweyo. Ndiya kukunika icebiso, Eks. 18:19. UThixo uya kundikhokela ngecebo lakhe, IiNd. 73:24. Xa kungekho cebo linikiweyo, abantu bayawa, ImiZ. 11:14. AbaFarisi nabaqondisi-mthetho bazitshitshisela icebo likaThixo, Luka 7:30. Ukuba zizifundiswa kulungile ukuba baphulaphula icebiso likaThixo, 2Â Nif. 9:29. Mamelani kwincebiso yalowo uthe wanimisela, I&M 78:2. Fumanani icebiso lalowo ndithe ndamonyula, I&M 108:1. Ulangazelela ukumisa icebiso lakhe endaweni yecebiso endilimiseleyo, I&M 124:84. Phulaphula icebiso lesicaka sam uJoseph, I&M 124:89. Ukuba nawuphina umntu akalifuni icebiso lam, akayi kuba namandla, I&M 136:19.