Sithsaba
Isihombiso esisisazinge esinxitywa entloko ngabalawuli. Singanguwo umqondiso wamandla eselestiyali, ubukhosi, nobuththixo. Abo banyamezela kude kuye ekupheleni ngokugcina imiyalelo baya kufumana isithsaba sobomi obungunaphakade. (See I&M 20:14; Moses 7:56; JS—Mateyu 1:1.)