Bumnyama, basemoyeni Khangela kanjalo Khohlakele, Nkohlakalo Nkohlakalo okanye Kungazi izinto zaseMoyeni. Yeha kwabo bamisa ubumnyama endaweni yokukhanya, Isaya 5:20 (2 Nif. 15:20). Ubumnyama buya kuwugubungela umhlaba, size isithokothoko sigubungele abantu, Isaya 60:2. UYesu uya kunika ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni, Luka 1:79. Ukhanyiselo luqaqamba ebumnyameni, nobumnyama abubuqiqi noko, Yoh. 1:5 (I&M 45:7). Masiyilahle ngoko imisebenzi yobumnyama size sinxebe isikrweqe sokukhanya, Rom. 13:12. Musani ukuba nabudlelane ngemisebenzi yobumnyama engenasiqhamo, Efese 5:8–11. Ngokuba aniceli, aniziswa ekukhanyeni kodwa kufuneka nitshabalale ebumnyameni, 2 Nif. 32:4. USathana unabisa imisebenzi yobumnyama, Hil. 6:28–31. Amandla obumnyama oyisa phezu komhlaba, I&M 38:8, 11–12. Lonke ihlabathi ligcuma phantsi kobumnyama nesono, I&M 84:49–54. Ukuba iliso lenu alinakumbi liluzuko lwam, akusayi kubakho bumnyama kuni, I&M 88:67. Imisebenzi yobumnyama yaqalisa ukoyisa phakathi kwabo bonke oonyana babantu, Moses 5:55.