Mbono
Isityhilelo esibonakalayo sesiganeko esithile, somantu okanye into ngamandla kaMoya oyiNgcwele.
Imizekelo yemibono ebalulekileyo ibandakanya okulandelayo: Umbono kaHezekile wemihla yokugqibela (Hez. 37–39), umbono kaStefano kaYesu emi ngasekunene kukaThixo (Izenzo 7:55–56), isityhilelo sikaYohane ngokunxulumene nemihla yokugqibela (Isityh. 4–21), umbono kaLihayi noNifayi womthi wobomi (1 Nif. 8; 10–14), umbono kaAlma oMncinane wengelosi yeNkosi (Moz. 27), umbono womntakwabo Yerede wabemi bomhlaba (Etere 3:25), umbono wobuqaqawuli (I&M 76), imibono eyayinikwe uJoseph Smith noOliver Cowdery etempileni iKirtland (I&M 110), umbono kaJoseph F. Smith wenkululeko yabafileyo (I&M 138), umbono wokuqala kaMoses nendalo Yakhe (Moses 1), umbono kaEnoki kaThixo (Moses 6–7), uMbono woKuqala kaJoseph Smith (M—JS 1).