Qumrhu eliseZulwini Khangela kanjalo Bomi bangaphambili; Cebo lenkululeko; Mfazwe ezulwini Isehlo kubomi bangaphambili xa uBawo wazisa icebo Lakhe ebantwaneni abangumoya Bakhe ababeza kuza kulo mhlaba. Oonyana bakaThixo bakhwaza ngovuyo, Yobhi 38:4–7. Ndiyinyuse itrone yam ibe ngaphezu kweenkwenkwezi zikaThixo, Isaya 14:12–13. Kwakukho imfazwe emazulwini, Isityh. 12:7–11. Phambi kokuba bazalwe, bafumana izifundo zabo zokuqala kwilizwe loomoya, I&M 138:56. USathana wavukela kubomi bangaphambili, Moses 4:1–4. Iziqu zengqiqo zamiselwa phambi kokuba ihlabathi lidalwe, Abr. 3:22. OoThixo bacebisana phakathi kwabo, Abr. 4:26. OoThixo bawugqiba umsebenzi ababecetyiswe ukuba bawenze, Abr. 5:2.