Shem
KwiTestamente eNdala, ngunyana kaNowa kwaye, ngokwesithethe, ngukhokho wamaShamayithi, okanye amaSemayithi, abantu, kubandakanya ama-Arabhu, amaHebhere, amaBhabhilon, amaSiriya, amaFoneshi, nama-Asiriya (Gen. 5:29–32; 6:10; 7:13; 9:26; 10:21–32; Moses 8:12). Kwisityhilelo semihla yokugqibela kuShem kubhekiswa nje “ngombingeleli omkhulu” (I&M 138:41).