Ucwangco olumanyeneyo Khangela kanjalo Mthetho wokungcwalisa, Ngcwalisa Umbutho abaNgcwele abafuna ukuphila umthetho wokungcwalisa ngawo kwimihla yokuqala yobuyiselo lweBandla. Ababodwa babelana ngepropathi, iimpahla, neenzala, babefumana ezi zinto ngokweemfuno zabo neentswelo (I&M 51:3; 78:1–15; 104). Kwizinto zenu zomzuzwana niya kulingana, I&M 70:14. AbaNgcwele babeza kumiselwa balingane kwizinto zonke, I&M 78:3–11 (I&M 82:17–20). INkosi yanika ucwangco olumanyeneyo isityhilelo nomyalelo, I&M 92:1. UJohn Johnson umele ukuba lilungu locwangco olumanyeneyo, I&M 96:6–9. INkosi yanika imiyalelo yokusebenzisa ucwangco olumanyeneyo, I&M 104. Abantu bam abamanyenanga ngokomanyano olufunwayo bubukumkani beselestiyali, I&M 105:1–13.