Ngenabulungisa, Ntswelabulungisa Khangela kanjalo Bulungisa, Lungileyo; Bunyhuku-nyhuku, Nyhuku-nyhuku; Khohlakele, Nkohlakalo; Ngahloneli Thixo; Sono Abantu abakhohlakeleyo, abangemalungisa; abangamthandiyo uThixo okanye izinto zikaThixo nabangayixhasiyo injongo Yakhe. Abangenabulungisa abasayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo, â… Â Kor. 6:9–10. Abo bakholwa yintswelabulungisa bagwetyiwe, â…¡Â Tes. 2:12. UYesu Krestu unako ukusihlambulula kuko konke ukungalungisi, â… Â Yoh. 1:9. Ukumkani ongenabulungisa ugqwetha iindlela zabo bonke ubulungisa, Moz. 29:23. Isiseko sentshabalalo sibekwa ngentswelabulungisa yabaqondisi-mthetho nabagwebi, Alma 10:27. Ndinithumela ngaphandle nikhalimele ihlabathi kuzo izenzo ezingenabulungisa, I&M 84:87. Umphefumlo umele ukungcwaliswa kuyo yonke intswelabulungisa, I&M 88:17–18. Sisimilo phantse sabantu bonke ukuqalisa ukusebenzisa ubukhosi obungenabulungisa, I&M 121:39.