Hleba Khangela kanjalo Kuthetha kakubi; Marhe Ukwabelana ngamanqaku omntu othile okanye ulwazi ngomnye umntu ngaphandle kwemvume yaloo mntu. Onke amazwi angewani abantu abaya kuwathetha, baya kuphendula ngawo, Mat. 12:36. AbaNgcwele bayayalwa bangabi ngamalopholopho nabazifaka kwizinto zabanye, bethetha izinto ezingafanelekanga, â… Â Tim. 5:11–14. Uze ungathethi okubi ngommelwane wakho, I&M 42:27. Yomeleza abazalwane bakho kuyo yonke incoko yakho, I&M 108:7.