Vakalelwa Khangela kanjalo Moya oyiNgcwele Ukuvakalelwa ziimpembelelo zoMoya. Nibe ngaphaya kokuvakalelwa, ukuze ningabi namvakalelo ngamazwi ayo, 1Â Nif. 17:45. Xa nisiva ezi ntshukumo zokukhukumala, niya kuqalisa ukuthi le yimbewu elungileyo, Alma 32:28. Uya kuvakalelwa okokuba kulungile, I&M 9:8. Bonke abantu abaya kungena endlwini yeNkosi banokuva amandla ayo, I&M 109:13.