Khohlakele, Nkohlakalo Khangela kanjalo Bumnyama, basemoyeni; Bunyhuku-nyhuku, Nyhuku-nyhuku; Ngahloneli Thixo; Ngenabulungisa, Ntswelabulungisa; Sono Ububi, ubugwenxa; ukungathobeli imiyalelo kaThixo. Ndingathini na ke ukwenza obu bubi bukhulu kangaka, ndone kuThixo, Gen. 39:7–9. INkosi ikude kwabangendawo: ke wona umthandazo wamalungisa uyawuva, ImiZ. 15:29. Ekulawuleni kwabangendawo, bayagcuma abantu, ImiZ. 29:2 (I&M 98:9). Mnyothuleni kuni umntu ongendawo, â… Â Kor. 5:13. Sizamazamana nenkohlakalo ngokwasemoyeni kweziphezulu iindawo, Efese 6:12. Phumani kwabakhohlakeleyo, ningaziphathi izinto zabo ezingcolileyo, Alma 5:56–57 (I&M 38:42). Le yimo yakugqibela yabakhohlakeleyo, Alma 34:35 (Alma 40:13–14). Inkohlakalo ayizange ibe luvuyo, Alma 41:10. Kungabakhohlakeleyo ukuba abakhohlakeleyo bayohlwaywa, Morm. 4:5 (I&M 63:33). Ngelo lixa kuza ukwahlulwa okupheleleyo kwamalungisa nabakhohlakeleyo, I&M 63:54. Ngoko ke kuza isiphelo sabakhohlakeleyo, JS—Mateyu 1:55.