Uncedo lweZifundo
Lumkisa, Silumkiso


Lumkisa, Silumkiso

Kukunika isaziso okanye unonophelo. Abaprofeti, iinkokeli, nabazali balumkisa baze bafundise abanye ekubeni bathobele iNkosi neemfundiso Zayo.