Uncedo lweZifundo
Guqula, Guqulo


Guqula, Guqulo

Ukuguqula iinkolo zoyedwa, intliziyo, nobomi amkele kwaye ahambisane nentando kaThixo (Izenzo 3:19).

Uguqulo lubandakanya isigqibo esisezingqondweni ukulahla iindlela zangaphambili zoyedwa aze aguqukele ekubeni ngumfundi kaKrestu. Inguquko, ubhaptizelo loxolelo lwezono, ukwamkela uMoya oyiNgcwele ngokubekwa izandla, nokholo oluqhubekekayo eNkosini uYesu Krestu lwenza uguqulo lugqibelele. Umntu wendalo uya kuguqulwa abe ngumntu omtsha ongcwalisiweyo nomsulwa, ozalwe ngokutsha kuKrestu uYesu (Ⅱ Kor. 5:17; Moz. 3:19).