Uncedo lweZifundo
MaKrestu


MaKrestu

Igama elinikwa abakholelwa kuYesu Krestu. Nangona le ndle isetyenziswa kuwo wonke umhlaba, iNkosi yalathe abalandeli benene bakaYesu njengabaNgcwele (Izenzo 9:13, 32, 41; Ⅰ Kor. 1:2; I&M 115:4).