Uncedo lweZifundo
AmaMormoni


AmaMormoni

Igama lesiqhulo uMormoni lalenziwe ngabantu ababengengawo amalungu eBandla ekubhekiseni kumalungu eBandla likaYesu Krestu labaNgcwele beMihla yokuGqibela. Igama livela kwincwadi enyulu yezibhalo ehlanganiswe ngumprofeti wamandulo uMormoni yaza yabizwa iNcwadi kaMormoni. Igama elinikwe yiNkosi amalungu eBandla amakaziwe ngalo nga “baNgcwele.” Igama elichanekileyo leBandla liBandla likaYesu Krestu labaNgcwele beMihla yokuGqibela.