Omna Khangela kanjalo Mozaya, oonyana baka; Mozaya, unyana kaBhenjamin KwiNcwadi kaMormoni, ngunyana kaKumkani uMozaya. UOmna wemka nabantakwabo ukuya kushumayela kumaLeymenayithi (Moz. 27:8–11, 34–37; 28:1–9).